Kwamkelwa umphathi kamasipala

UMASIPALA waseMatatiele wamkele umphathi omtsha uMothusi Lepheana kuleveki nalapho evakalise umbulelo wakhe kubunkokheli bukamasipala ngokumnika ithuba lokusebenza kufutshane nekhaya.

Uthe eyona nto ibalulekileyo asikokujonga apho umntu avela khona, kodwa ukujonga ixabiso, ifuthe negalelo aza nalo emsebenzini.

Uphinde wathi eyona njongo yakhe iphambili kukusebenza nzima ekwakheni umasipala waseMatatiele ngcono, kwaye aphuhle, esebenza ngokuzinikela ekuseni iinkonzo ezisemgangathweni.

Recent News

follow us

opinion

Recent News

Subscribe and be informed first hand about the actual local news

All the day’s headlines and highlights. Direct to you every morning.

You have been successfully Subscribed! Ops! Something went wrong, please try again.