Kuthethwa nolutsha ngezemfundo

NOLUVO MGIJIMA 

UMASIPALA wase Winnie Madikizela-Mandela ebambisene nesebe lezeMfundo eMpuma Koloni kunye neDyunivesithi yase Walter Sisulu babambe umsitho wokukhuthaza abafundi ukuba bafake izicelo zenkxaso yokufunda simahla kumaziko emfundo aphakamileyo.  Lomsitho ubujoliswe nasekukhuthazeni abafundi bebanga leshumi kunye nolutsha olungaphangeliyo oluphumelele ibanga leshumi ukuba lufake izicelo.

Izithethi zikhale ngokunqongophala kootitshala abangenazo izakhono ezifanelekileyo, ingakumbi ootitshala abafundisa isiXhosa, Afrikaans, iZibalo kunye nabo banokufundisa abantwana abanemfuno ezikhethekileyo.

Recent News

follow us

opinion

Recent News

Subscribe and be informed first hand about the actual local news

All the day’s headlines and highlights. Direct to you every morning.

You have been successfully Subscribed! Ops! Something went wrong, please try again.